L5 - Intros Flashcards
1
Q
My name is….
A
Ngu Emily igama lam
2
Q
What is your surname?
A
Ngubani ifani yahko?
3
Q
My surname is…
A
Ngu Christopher ifani yam.
4
Q
My name
A
Igama lam
5
Q
Your name
A
Igama lakho
6
Q
His or her name
A
Igama lakhe
7
Q
My surname
A
Ifani yam
8
Q
Your surname
A
Ifani yakho
9
Q
His or her surname
A
Ifani yahke
10
Q
My
A
Am
11
Q
Your
A
Akho
12
Q
His/her
A
Akhe
13
Q
What is your clan name?
A
Ngubani isiduko sakho
14
Q
I am pleased to meet (know) you
A
Ndiyavuya Ukukwazi
15
Q
I am pleased to meet you (plural)
A
Ndiyavuya ukunazi