Leukaemia Causes Flashcards
0
Q
Do you know what leukaemia is?
A
Uyayazi ileukaemia?
1
Q
I think you have leukemia
A
Ndicinga ukuba uneleukaemia
2
Q
Leukemia is cancer of the blood
A
Ileukaemia ngumhlaza wegazi
3
Q
Leukemia is caused by genetics, viruses and radiation
A
Umphakhati wegazi ubangelwa lufuzo, yintsholongwane neradiation
4
Q
There are two types of leukemia
A
Zimbini iindidi ze leukemia
5
Q
Acute leukemia
A
Umhlaza okhawulezayo
6
Q
Chronic leukemia
A
Umhlaza othatha ixesha elide
7
Q
Anyone can get leukemia
A
Winkel umntu anganayo ileukaemia
8
Q
It is treated by chemo and radiation
A
Inyangeka ngechemo neradiation
9
Q
Side affects are: hair loss, nausea, loss of weight
A
Imiphumela yonyango: kukuwa kwenwele, isicaphu-caphu, nokuhla emzimbeni