Diabetes Causes Flashcards
0
Q
When you are over 40
A
Xa uneminyaka engaphezulu kwe40
1
Q
Do you know how you get diabetes?
A
Uyayazi usifumana njani isifo seswekile?
2
Q
When a blood relative has it
A
Xa ilungu lefemeli linaso
3
Q
When you don’t take care
A
Xa ungazilolonga
4
Q
Have you had diabetes before?
A
Wakhe waneswekile ngaphambile?
5
Q
Do you know when you got it?
A
Iqale nini iswekile?
6
Q
Do you know what type you have?
A
Ingaba uyayazi ukuba ukoluphi udidi ngoku?
7
Q
Is it the first or second type?
A
Ludidi lokuqala okanye lwesibini?
8
Q
What mess do you take?
A
Uthatha oluphi unyango?
9
Q
Do the mess help?
A
Ingaba unyango iyanceda?
10
Q
Does anyone at home have diabetes?
A
Ukhona umntu efemelini yakho oneswekile
11
Q
Who takes care of you at home?
A
Ngubani okunakekelayo ekhaya?