Diabetes Symptoms Flashcards
0
Q
Are you thirsty or hungry often?
A
Unxanwa okanye ulamba okokoko?
1
Q
How is your sight?
A
Ubona njani?
2
Q
Lost or gained weight?
A
Uyehla emzimbeni okanye uyatyeba?
3
Q
Do your feet swell?
A
Iinyawo ziyadumba?
4
Q
Do wounds take long to heal?
A
Unezilonda eziphola kade?
5
Q
Do you itch?
A
Uyarhawuzela?
6
Q
Do you urinate often?
A
Uchama rhoqo?
7
Q
Do your hands tingle?
A
Izandla zakho zinenkantsi?
8
Q
Any other illnesses?
A
Unesinye isifo