Xhosa Breastfeeding Flashcards

1
Q

Developing rapport

A
  1. Molo, mama. NdinguKaylene Govender. Ndifundela ukuba ngugqirha eYunivesithi yaseStellenbosch.
    {Ewe, molo, nkosazana. Mna ndinguNandipha Solaze. Ndiyavuya ukukwazi.}
  2. Nam, ndiyavuya ukukwazi, Nandipha. Ngubani igama lomntwana wakho?
    {NguBongi, nkosazana.}
  3. UBongi unangaphi?
    {Uneenyanga eziyi-4.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
2
Q

Conventional ways of feeding the baby

A
  1. Nandipha, ndicela ukubuza imibuzo ngeendla oncancisa ngazo usana lwakho? Ndingbuza?
    {Ewe, ungabuza, nkosazana.}
  2. Luncanca ntoni usana lwakho, mama?
    {Ngamanye amaxesha luncanca ubisi lwebele, iti, i-rooibos kunye namanzi.}
  3. Ubisi lwebele lubalulekile. Uyaqonda, mama?
    {Ewe, nkosazana. Ndiyaqonda.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
3
Q

Breastfeeding times per day

A
  1. Nandipha, kusasa (in the morning) ulancancisa kangaphi ibele usana lwakho?
    {Luncanca kayi-2 kusasa.}
  2. Emini (in the day) uluncancisa ibele kangaphi usana lwakho?
    {Luncanca kayi-2 ngemini.}
  3. Ebusuku (in the evening), luncanca kangaphi?
    {Luncanca kayi-1.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
4
Q

Alternative to breastfeeding: formula

A
  1. Luncanca nantoni enye usana lwakho?
    {Luncanca i-lactogen.}
  2. Luqale nini ukuncanca i-lactogen?
    {Luqale xa lunenyanga eyi-1.}
  3. Uluncancisa i-lactogen kangaphi?
    {Kayi-3 ukuya ku-4 ngemini okanye xa lungaphumi kakuhle ubisi ebeleni.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
5
Q

Exclusive breastfeeding: 0 - 6 months

A
  1. Mamela kakuhle, mama. Kufuneka usana luncance iinyanga eziyi-6 luzelwe.
    {Oo, iinyanga eziyi-6 luzelwe. Kutheni, nkosazana?}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
6
Q

Benefits of breastfeeding

A
  1. Kubalulekile kakhulu ukuncancisa ubisi lwebele kuphela:

– Lunee-nutrient namanzi afunwa lusana iinyanga eziyi-6 luzelwe.
(It has nutrients and water that are needed by a 6-month-old baby.)

– Lunciphisa amathuba okufumana utyatyazo.
(Breast milk decreases chances to get diarrhoea.)

– (Ubisi lwebele) lunciphisa amathuba okufumana isifuba.
(Breastmilk decreases chances to get chest complications.)

– Lugcina usana lusempilweni.
(Breastmilk keeps the baby in good health.)

{Oo, ndiyabona, ngoku!}

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
7
Q

Education about breastfeeding

A
  1. Masiqhubeke, mama. Ubisi luphuma kakhulu xa usana luncanca ibele qho.
    {Oo, ndiyabona nkosazana! Enkosi. Ndiluncancise ixesha elingakanani?}
  2. Akukho xesha limisiweyo. Ncancisa usana rhoqo lufuna emini okanye ebusuku.
    {Oo! Qho xa lufuna. Ndiyabona!}
  3. Ewe, mama. Qala ngebele elinye ngexesha de lwanele. Uza kulubona xa lwanele.
    {Enkosi kakhulu, nkosazana. Ndiyaqonda, ngoku.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
8
Q

Conclusion

A
  1. Kuhle, mama! Sigqibile ngoku. Ndiza kukubona kwakhona ngoLwesine, nge-30 kaMatshi ngo-10:00 kusasa. Kulungile, mama?
    {Kulungile, nkosazana. Sobonana.}
  2. Salani kakuhle mama nosana lwakho.
    {Hamba kakuhle, nkosazana.}
How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly