Diagnosis Flashcards
I will test your urine.
Ndizakutesta umchamo wakho.
I will test your blood.
Ndizakutesta igazi lakho.
I think that you have diabetes, I am sorry.
Ndicinga ukuba unosuleleko isifo seswekile, ndiyaxolisa.
The results show that you have diabetes.
Iziphomu zibonisa ukuba unosuleleko isifo seswekile.
But I am going to test your urine.
Kodwa ndizakwenza uvavanyo lomchamo kuqala.
It is caused by the pancreas not making insulin. (incindi = hormone)
Usifumana xa injeke ingakwazi ukwenza incindi okanye i-insulin.
Insulin moves sugar around the body. / Insulin lets the body use sugar.
I-insulin ihambisa iswekile emzimbeni.
Sugar gives your body energy.
Iswekile inika umzimba amandla.
We need sugar in our bodies so that our hearts can work well.
Sidinga iswekile emzimbeni wethu ukuze intliziyo yethu isebenze kakuhle.
When you have type 1 diabetes, the pancreas cannot make insulin. [Good!]
Xa une-Type 1 diabetes injeke ayikwazi ukwenza i-insulin.
When you have type 2 diabetes, your body cannot use its insulin well/effectively.
Xa une-Type 2 diabetes umzimba wakho awukwazi ukusebenzisa kakuhle i-insulin yawo.