Diabetes Flashcards
Do you get sick often
Ugula rhoqo
Sugar
Iswekile
Do you feel weak?
Uyatyhafa / Uziva Utyhafile
Do you get thirsty?
Unxanwa rhoqo
Are your feet swollen?
Inyawo zakho siyadumba?
Are your eyes blurred?
Ubona luzizi?
Are you hungry all the time?
Ulamba rhoqo/ lonke ixesha
Ulambile
Are you hungry?
Do you have sores on your legs?
Unezilonda ezinyaweni
Is your skin itchy?
Ulusu lwakho luyarhawuzelela?
Do you lose weight with no apparent reasons?
Uyela emzimbeni ngaphandle kwesizathu?
Are your tired?
Uyadinwa
Impawu zakho zibonisa ukuba unesifo seswekile
Symptoms of your show or look that sickness sugar
You get how?
Usifumana njani?
Usifumana da injeke (pancreas) ingakwazi (not able to) ukwenza (to make) incindi (insulin) okanye (or) I-insulin
Usifimana da injeke ingakwazi ukwenza iincindi okanye xa ncindi Kakhule
Insulin is a hormone which helps the sugar to come out from the blood and enter the body.
I-insulin yincindi enceda ukuba Iswekile iphume egazini emzimbeni
Your body is unable to use sugar effectively.
Umzimba wakho awukwazi ukusebenzisa Iswekile Kakhule
We need energy to strengthen our bodies and hearts
Sidinga amandla ukuze umzimba usebenze, nentliziyo yethu ibethe Kakhule
Eat fruit and vegetables
Utye imifuno neziqhamo.
I am going to give you diabetic medication but you must take it often(regularly)
Ndizakunika iipilisi zeswekile kodwa kufuneka uthathe unyango lwakho rhoqo
P: what are the symptoms?
Zithini Impawu zesifu?
It is to be thirsty.
Kukunxanwa
It is to be dizzy.
Kukubanesiyezi
It is to be weak.
Kukutyafa
It is to have sores on your legs.
Kukubanezilonda ezinyaweni
You have diabetes
Iziphumo zakho zibonisa ukuba unesido seswekile.
What causes diabetes?
Usifumano njani isifo seswekile ?
When you are over the age 40
Xa uneminyaka engaphezulu kwe-40
When your family member has it
Xa ilungu lefemeleni linaso.
When you don’t take care of yourself/exercise
Xa ungazilolongi