CNS symptoms Flashcards
Is your head throbbing pain?
Unentloko eqaqambayo?
When did the headache start?
Iqale nini intloko?
Very painful when doing what?
Ibuhlungu kakhulu xa usenza ntoni?
Can You look at bright light?
Uyakwazi ukujonga isibane esikhanyayo?
Are you dizzy?
Unesiyezi?
Your eyes sore?
Unamehlo abuhlungu?
Your neck stiff?
Unentama eqinileyo?
Neck of yours sore?
Intamo yakho ibuhlungu?
Can you sit up straight?
Uyakwazi ukuhlala nkqo?
Sore temples?
Unentlungu ezintlafunweni?
Your vision blurry?
Ubona luzizi?
Your vision double?
Ubona kubini?
Smell…..
Uyaliva ivumba?
Your head heavy?
Unentloko esindayo?
Is your swollen face of yours
Buyadumba ubuso bakho ?
….
Budumba nini?
Numb face….
Ingaba unobundindisholo bobuso?
Can you hear?
Ingaba uyeva?
Your throat sore?
Unomqala abuhlungu ?
Difficulty swallowing?…
Unengxaki yokuginga
Tremor…
Ingaba unedumbe?
Do you have loss of co-ordination?
Ingaba uyagxadazela?
Depression…
Unedepression
Worry…
Ingaba uneworry?
Do you have a headache?
Unentloko ebuhlungu?
Do you have insomnia
Ingaba uyaphuthelwa?