Xhosa coughing (lesson 3) Flashcards
tell me what is wrong
ndixelele, Unantoni?
Oh, you-are-coughing / Oo, you-cough a-lot! I-empathise with-you
Oo, uyakhohlela / Oo, ukhohlela kakhulu! Ndiyavelana nawe
When did-you-start to-cough a-lot?
Uqale nini ukukhohlela kakhulu?
do-you-cough-up sputum
ukhupha isikhohlela xa ukhohlela
when you-cough do-you-cough-up sputum?
xa ukhohlela ukhupha isikhohlela?
How is the-colour of-the-sputum? Is-it-yellow, is-it-green, or is-it-brown?
Unjani umbala wesikhohlela sakho? Utyheli, uluhlaza okanye umdaka?
Is-there blood in your sputum?
Likhona igazi kwisikhohlela sakho?
Have-you-lost-weight (in-the-body),
Uhlile emzimbeni
Do-you-have (your) normal-appetite?
Unomdla wokutya?
Do-you-sweat at-night?
Uyabila ebusuku?
Is-there someone at-home who-has-TB?
: Kukho umntu ekhaya one-TB
Is-there someone at-work who-has-TB?
Kukho umntu emsebenzini one-TB
when
xa
cough
khohlela
sputum
isikhohlela