Xhosa chest pain (lesson 2) Flashcards
to tell
undixelele
i have pains
ngeentlungu
where is it sore
ohh it is sore here
Kubuhlungu phi?
Kubuhlungu apha esifubeni
I-request-that you-tell-me about your pains
Ndicela undixelele ngeentlungu zakho
when
nini
start
qala /ziqale
when did the chest pains start ( in the chest)
Ziqale nini iintlungu esifubeni
oh it started 3 days ago
Oo, iintlungu zakho ziqale kwiintsuku eziyi-3 ezidlulileyo
explain to me, how ar these pains
Ndichazele, zinjani ezi ntlungu
these
ezi
are they stabbing or burning
Ziyahlaba okanye ziyatshisa
Where-exactly-do these pains go/move
Ziya ndawoni ezi ntlungu
What makes these pains better
Yintoni ezenza zibengcono ezi ntlungu
ooh i see
Oo, ndiyabona!
what makes these pains worse
Yintoni ezenza ukuba zibe buhlungu kakhulu?
What else goes-together with-these pains?)
Yintoni enye ehambelana nezi ntlungu
we are done with the questions for today
Sigqibile ngemibuzo, namhlanje.
Let-us-see-each-other tomorrow at-10:00 in-the-morning
Masibonane ngomso ngo-10:00 kusasa.
i am glad to meet you
Ndiyavuya ukudibana nawe
i empathise with you
Ndiyavelana nawe