Urogenital Flashcards
Do you have burning urine?
Unomchamo otshisayo?
Do you have bloody urine?
Unomchamo onegazi?
Do you have dark urine?
Unomchamo omdaka?
Do you have smelly urine
Unomchamo onukayo?
Are you uriniating a lot or a little?
Uyachama kakhulu okanye kancinci?
Do you have difficulty urinating ?
Unobunzima bokuchama?
Do you have a genital rash?
Unerhashalala ngaphantsi?
Do you have discharge down there
Unencindi ngaphantsi?
Do you have nausea?
Unesicaphucaphu
I am going to take a sample of your urine,
will you allow it
Ndiza kuththa isampulu yomchamo wakho, ingaba uyandivumela
I am sorry mama, the results show that you have a bladder infection
Ndiyaxolisa mama, iziphumo zibonisa
unosuleleko lwangaphantsi
I am going to advise you
Ngoku Ndiza kucebisa
Drink a lot of water
Sela amanzi kakhulu
You must use sunlight soap
Kufuneka sebenzisa isepha isunlight
You must clean the urinary tract every day
Kufuneka hlambisisa indawo ephuma
umchamo yonke imihla