Jaundice Flashcards
Do you have itching?
Unokurhawuzela
you sleep well?
Ulala kakuhle?
Do you have yellow eyes or skin?
Unamehlo okanye ulusu olutyheli ?
Have you ever had hepatitis?
Ukhe uve unesifo sesibindi?
Do you have a swollen ankles?
Unokudumba kwamaqatha?
Do you have a swollen stomach ?
Unokudumba kwesisu?
Do you have pale stools?
Unetuwa emhlotshana?
Do you have nauesea?
Unesicaphucaphu
I will diagnose and see what the cause is
Ndiza kuxilonga sibone ukuba yintoni
unobangela
Sorry, the test shows that you have jaundice
Ndiyaxolisa, uvanvayo lubonisa ukuba
unesifo senyongo
You must stop drinking
Kufuneka uyeke ukusela.
You must exercise
Kufuneka uzilolonge.
You must look after your health
Kufuneka ukhathalele impilo yakho.
You must stop smoking
Kufuneka uyeke ukutshaya.