Pap Smear Flashcards
I think you must have a Pap smear
Ndicinga ukuba kufuneka wenze iPap smear
Do you know what a Pap smear is?
Uyayazi ipapsmear?
A Pap smear is a test to check if there are abnormal cells at the mouth of the womb.
Ipapsmear luvavanyo lokujonga ukuba alukho zakhi sibeleko zingalunganga kumlomo wesibeleko
We are going to use a speculum and a blunt stick
Sizakusebenzisa ispeculum noluthi olungqukwa
We are going to take a sample of your cells
Siza kuthatha intwana yezakhi-sibeleko
We are going to send it to the lab
Le ntwana siza kuyithumela elab
They are going to check if there are no abnormal cells
Baza kujonga ukuba akukho zakhi-sibeleko zingulunganga
They are going to check if you don’t have cancer
Baza kujonga ukuba awunamhlaza na
This test doesn’t feel nice but it’s not painful
Olu vavanyo aluvakali kamnandi kodwa alukho buhlungu
You may bleed but it will stop after the examination
Ungopha kodwa kuza kuphela emva kovavanyo
That’s normal
Kuqhelekile oko
Sorry, your results show that you have cancer of the womb
Ndiyaxolisa, iziphumo zakho zibonisa ukuba unomhlaza wesibeleko
Your results show that you don’t have cancer
Iziphumo zibonisa ukuba awunomhlaza wesibeleko
Have you ever been examined underneath to check for cancer?
Wakhe waxilonga ngaphantsi ukujonga/ukubona ukuba awhnomhlaza?