Pap Smear Flashcards
Have you ever been examined for cancer in the womb?
Wakhe waxilonga ngaphantsi ukujonga ukuba akunamhlaza wesibeleko?
When did they do it?
Waxilongwa nini?
What were the results?
Zazisithini iziphumo?
I think it is important that you get a Pap smear
Ndicinga ukuba kubalulekile wenze iPap smear
Do you know what a Pap smear is?
Uyayazi ukuba yintoni iPap smear?
A Pap smear is a test to see if there are abnormal cells in the mouth of the womb
IPap smear luvavanyo lokujonga ukuba akukho zakhi-zibeleko zinga lunganga kumlomu wesibeleko
I will use a speculum and a blunt stick
Sisebenzisa ispeculum noluthi olungqukuva
I will take a small amount of cells from the mouth of the womb
Sithatha intwana yezakhi-zibeleko kumlomu wesibeleko
I will send it to the lab to be examined
Sizithumela elab ziyahlolwa
They will see if there are abnormal cells
Baza kubona akuba akhukho zakhi-sibeleko zinga lunganga
The test is not nice but not comfortable
Olu vavanyo aluvekali komnandi olukho buhlungu
You might bleed a little bit
Usenokopha kancinci kodwa yinto eqhelekileyo
It will stop after the test
Uza yeka msinyane emva kovavanyo