History Flashcards
My name is Ashley I’m studying medicine at Uct. I am in fourth year
Igama lam nguAshley. Ndifundela ubugqirha eUCT. Ndenza unyaka wesina
I’m learning to speak Xhosa please speak slowly
Ndisafunda ukuthetha isiXhosa ndicela uthetha ngokucothayo
Have you been pregnant before? How many times? When?
Ukhe wakhulelwa ngaphambile? Kangaphi? Nini?
How many children do you have?
Unabantwana abangaphi?
Are all children alive?
Abantwana bakho bayaphila bonke?
Have you had a miscarriage?
Wakhe waphuma isisu ngaphambile?
Have you terminated a pregnancy?
Wakhe wakhupa isisu?
Did you have c-section?
Wabeleka ngoquaqho?
Did you have normal birth?
Wabeleka kakuhle?
Did you have instrumental delivery?
Wabeleka ngeentsimbi?
Did you have vacuum delivery?
Wabeleka ngemfunxa?
Did you have a breech?
Wabeleka umntwana oze ngeemphundu okanye ngemilenze?
How far pregnant are you?
Lixhesha elingakanani ukhulelwe?
When was your last menstrual period?
Ugqibele nini ukuya exesheni?
Did you have TB in previous pregnancy? And now?
Ngexesha ubukhulelwe ube ne TB? Ngoku?