Pap Smear Flashcards
Have you been examined to see if you have cancer of the womb?
Mama, wakhe waxilonga ngaphantsi ukujonga ukuba akunamhlaza wesibeleko?
When was that?
Waxilonga nini?
What were the results?
Zazisithini iziphumo?
I think it is important that you have a pap smear
Ndicina ukuba kubalulekile wenze iPap smear
Do you know what a Pap smear is?
Uyayazi ukuba yintoni iPap smear?
It is a test to look if there are abnormal cells at the mouth of the womb
Ipap smear luvavanyo lokujonga ukuba akukho zakhi-zibeleko zingalunganga kumlomo wesibeleko
We use a speculum and a blunt stick
Sisebenzisa ispeculum noluthi olungqukuva
We take a few cells from the mouth of the womb
Sithatha intwana yezakhi-zibeleko kumlomo wesibeleko
We send it to the lab to be examined
Sizithumela elelo ziyohlolwa
They will check that there are no abnormal cells
Baza kubona kukuba akukho zakhi-sibeleko zingalunganga
This test is not comfortable
Olu vuvanyo aluvekali kamnandi
It is not painful
Alukho buhlungu
You might bleed a little
Usenokopha kancinci kodwa eqhelekileyo
It will stop after the exam
Uza yeka msinyane emva kovavanyo