Lesson 9: sample conversation Flashcards
Molo, sisi? Unjani
Hello, sister. How are you?
Siyaphila, akhonto. Unjani?
We are well, there is nothing wrong. How are you?
Ndiyaphila nam.
I am also well.
Uhlala phi?
Where do you live?
Ndihlala eKhayelitsha.
I live in Khayelitsha.
Ndawoni?
Whereabouts?
eSite C. NgaseMewWay. Wenza ntoni namhlanje?
In Site C, nearby Mew Way. What are you doing today?
Ndiyafunda. Uyaphangela na?
I am studying. Are you employed?
Hayi, andisebenzi. Ndisafunda eUCT.
No, I don’t work. I am still studying at UCT.
Ufundela ntoni?
What are you studying?
Ndifundela ubugqirha. Wena ufundela ntoni?
I am studying medicine. As for you, what are you studying?
Ndifundela ukuba yi-financial adviser mna.
I am studying to be a financial adviser, as for me.
Kutheni?
Why?
Kuba ndifuna ukunceda abantu
Because I want to help people.
Nam ndifuna ukwenza njalo.
I also want to help people.