Lesson 7: Translating Words (+ NGA) Flashcards
it (referring to noun groups in later levels)
Yi
What?
Ntoni?
What is it?
Yintoni?
What is “hayibo” in English?
Yintoni “hayibo” ngesiNgesi?
What is “elephant” in Xhosa?
Yintoni “elephant” ngesiXhosa?
Ways to use Nga?
- by means of / with / in
- may / can (permission)
- for (doing something)
nga + a = ?
nga (nga + amanzi = ngamanzi)
nga + i = ?
nge (nga + isiXhosa = ngesiXhosa)
nga + u = ?
ngo (nga + ubuntu = ngobuntu)
Nga as with/by means of:
Please talk in (by means of) English
Ndicela uthethe ngesiNgesi
Nga as may/can:
May I ask?
Ndingabuza?
Nga as may/can:
You can sit down
Ungahlala phantsi
Nga as may/can:
Yes, you may ask (plural)
Ningabuza
Nga as for (a thing):
Thanks for the water
enkosi ngamanzi (nga + a = nga)
Nga as for (a thing):
Thanks for the money
enkos ngemali (nga + i = nge)