amacala Flashcards
i want that road that goes to cape town
ndifuna ndlela eya eKapa
drive with this road that you see
hamba ngale ndlela uyibonayo
ahead you will see a stop sign, you must stop there
ahead i hope that you found the stop sign, did you stop
Phambili uza kufika kuphawu oluthi misa, umise ke
phambili ndiyathemba ukuba ulufumene uphawu oluthi misa, wamisa
you then turn left and drive
good, i dont believe you turned right because i said after the stop street, you turn left
ujike kwicala langasekhlohlo uhambe\
heke, andikholwa ukuba ujike kwicala langasekunene, kuba ndithe emva kokuba umisile, uze ujike kwicala langasakhohlo
ahead you will see a sign that says the road divides into 2
the sign that says the road divides in 2, have you seen it?
phambili uya kufika kuphawu lwendlela oluthi indlela yahluka kubini
uphawu oluthi indlela yahluka kubini udibene nalo?
there you turn right
afterwards you have done what
apho uze ujike kwicala langasekunene
emva koko wathini
please tell me, you have driven on this road
Khawutsho, ingaba uhambe ngale ndlela
not all you have turned off?
Khange uphambuke
ahead you will get to a robot, stop there if you see red,
if the colour is green you can drive on
phambili uza kufika kwirobhothi umise apho xa umbala ubomvu
Xa umbala uluhlaza, uhambe njalo ngale ndlela
you will then get to a road sign that says there is a crossroads
have you seen the robot
if you have seen, you did what there?
uya kufika ke phambili kuphawu lwendlela oluthi iindlela ezimbini ziyanqamlezana
ingaba ulubonile uphawu lwerobhothi
ukuba ulubonile, wathini apho
when the color was green, perhaps you turned left/right or did you drive ahead
i believe that you got to a road sign that says cross roads
usakuba luhlaza umbala ingaba ujike ngasekhohlo okanye ngasekunene okanye uhambele phambili
ndiyakholwa ukuba udibene nophawu lwendlela oluthi iindlela ziyanqamleza
Ahead there you must beware because you will meet a road that goes downhill
when you go down that road you will find a freeway
phambili phaya uze ulumke kuba uza kudibana nendlela ehlayo/nethambeka
xa usihla ngaloo ndlela, uza kufumana uphawu lukahola wendlela
go then uphill
if you go up with the uphill, you will see a sign that warns of a sharp turn
please you must be aware of the sharp turn
nyuka ke ngendlela enyukayo
xa unyuka ngeqhina, uya kudibana nophawu olulumkisayo lwendlela enodolo elibi ngasekunene
uncede ulilumkele idolo elibi
iPhi iyuniversiti?
Aphi amangcwaba?
Iphi ihotele?
It is where the university?
It is where the cementery
It is where the hotel
The university is south/ south of what
University it is south of the cemetery
Cemetery is north
Cemetery is north of what
Iyunivesiti ingezantsi
Iyunivesiti ingezantsi kwantoni
Amangcwaba angentla
Amangcwaba angentla kwantoni