Xhosa Flashcards
Wayehlala phi uPhumela?
YeSite C, eKhayelitsha, eKapa
Wayehlala nabani?
Noninakhulu uMankwali
Waye nagaphi mhla eshiywe gunine?
Waye neveki ezimbini ezelwa
Waye gubani utata wakhe?
Akekho owayimazi utatakhe.
Gubani umyeni kaPhumela?
NguKhanya
Wayeyi thetha phi imali yoncede unine khulu?
Wayewine kumncitiswano wesayensi ikhulu lamawakha erandi.
Yayi gubani igama lesihlobo sike Phumela?
Yaleka
Wayedume ngantoni uKhanya?
Ngokuthanda amantombazana
Nika indlele eyesulela gawo ugawulayo.
Lula neqabane lakho ningasekuselanga. Ukusebenzisa isixobo esinye umzekelo ax uqaphula nisebenzise iblade enye.
Wayeyintoni umsebenzi kaKhanya?
UKhanya wayemgusazi wezemidlalo SABC1 wayesaziwa ngokuActor eMzantsi Afrika.
Amabanga aphantsi wenzephi?
Thembeni Primary School, noLanga High School
Ngeyiphi yunivesithi babefunda khuyo?
Yunivesithi yeNtshona koloni, Bellvile
UPhindiswa wayeka umsebenzi bobutitshalakazi. Ngowuphi umsebenzi wayewenza?
Wayfundisa abantu ngoGawulayo
Kwakhutheni ukuze Mthuthuzeli amshiye uPhindiswa?
Wafumanisa ukuba unoGawulayo.
Yayingezi kabani iziphumo owzifumanyo uPhindiswa?
Yayingezi kaNontozakhe