ultrasound Flashcards
do you know when your due date is
ukcinga ukuba uza kubuleka nini
i think it would be a good idea for you to have an USS
ndicinga ukuba kulungile ukuba uye./ uze kwi ultrasound kuba iinyanga zakho zisephantse
do you know wwhat an ultrasound is
uyayazi ukuba yintoni i ultrasound
an ultrasound looksa the baby
i ultrasound luhlobo lomatshini lokujonga umntwana esiswimi
lets us see if there are any problems
Oluvavanyo lujonga ukuba umntwana akangxaki
The test lets us see how far along you are.
Oluvavanyo lujonga ukuba unexesha elingakanani.
The test lets us see the gender.
Oluvavanyo lujonga isini somntwana.
The test is not painful.
Oluvanvanyo alubuhlungwanga.
It is not dangerous.
Awunabungazi.
It is simple and quick.
Lulula kwaye luyakhaweleza.
We do the ultrasound here at the clinic.
Uza kuyeza apha ekliniki i-ultrasound .
Please remind me to give you a letter when you go to the hospital.
Ndicela undikhumbuze ndikunike ileta (incwendi) oza kunamba nga xa usiya esibhedlele.