Sport - Translate into isiXhosa Flashcards
1
Q
friend
A
umhlobo
2
Q
welcome
A
wamkelekile
3
Q
enter
A
ngena
4
Q
inside
A
ngaphakathi
5
Q
please
A
nceda
6
Q
sit down
A
hlala phantsi
7
Q
or
A
okanye
8
Q
coffee
A
ikofu
9
Q
tea
A
iti
10
Q
want
A
-funa
11
Q
sugar
A
iswekile
12
Q
thanks
A
enkosi
13
Q
how many teaspoons?
A
iitispuni ezingaphi?
14
Q
two teaspoons
A
iitispuni ezimbini
15
Q
milk
A
ubisi
16
Q
a lot/many
A
kakhulu
17
Q
a little/few
A
kancinci
18
Q
brother
A
bhuti
19
Q
sister
A
sisi
20
Q
like
A
-thanda
21
Q
sport
A
umdlalo
22
Q
which sport?
A
umdlalo owuphi?
23
Q
rugby
A
irugby
24
Q
Really?
A
Nyhani?
25
me too (or with me)
nam
26
Cool!
Shap!
27
Listen
Mamela
28
What are you doing?
Wenza ntoni?
29
on the week-end
ngempelaveki
30
I don't know
Andazi
31
Why?
Kutheni?
32
Wait!
Yima!
33
Do you know?
Uyakwazi?
34
speak
-theta
35
Afrikaans
isiBhulu
36
Very well
Kakhule kakhulu
37
lie
-xoka
38
Andixoki
I'm not lying
39
I know (how)
Ndiyakwazi
40
drive
-qhuba
41
car
imoto
42
to drive a car
ukuqhuba imoto
43
slowly
ngokucotha
44
And you?
Wena?
45
but
kodwa
46
no problem
a'kho nto
47
we'll go by bus
siya ngebhasi
48
where?
phi?
49
What did you say?
Uthini?
50
I have tickets
ndinawo amatikiti
51
Good grief
Tyhini thiza
52
You're the boss!
Uyimboza!