ROM Oral Flashcards

1
Q

Can I examine you?

A

Ndicela ukukuxilonga nge-goniometer. Ukhululekile ukuba ndikuxilonge?

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
2
Q

Sit up straight

A

Ndicela uvuke uhlale nkqo

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
3
Q

Put your chin on your chest

A

Ndicela ubeke isilevu sakho esifubeni

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
4
Q

Put your chin on your right shoulder

A

Ndicela ubeke isilevu igxalaba sakho yasekunene ecaleni

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
5
Q

Lift your left / right shouder

A

Ndicela unyuse igxalaba yasekhohlo / yasekunene phezulu

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
6
Q

Lower your left / right shoulder

A

Ndicela uhlise igxalaba yasekhohlo / yasekunene

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
7
Q

Lift your left / right arm

A

Nyusa ingalo yasekhohlo / yasekunene

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
8
Q

Lower your left / right arm

A

Hlisa ingalo

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
9
Q

Lift both arms

A

Ndicale wohule iingalo phambili

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
10
Q

Lower both arms

A

Hlisa iingalo

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
11
Q

Put your right hand on your head

A

Ndicela ubeke isandla sakho sasekunene entloko

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
12
Q

Make a fist

A

Yenza inqindi

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
13
Q

Open your fingers

A

Uvule iminwe yonke

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
14
Q

Move fingers

A

Ndicela ushukumise iminwe

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
15
Q

No, look do like me

A

Hayi, jonga. Yenza njengam

How well did you know this?
1
Not at all
2
3
4
5
Perfectly
16
Q

Is it sore

A

Kubuhlungu

17
Q

Lower it a bit

A

Yihlise kancinci