isiXhosa Flashcards
1
Q
Inyoka………..
A
nesele
2
Q
Similes
A
Isifaniso
3
Q
Indidi zezichazi
A
- Isiphawuli
- Isibaluli
- Isimnini
4
Q
- ela
A
wesixando sokwenzela
5
Q
Personification
A
Isimntwiso
6
Q
Inyathi ibuzwa………
A
kwabaphambi
7
Q
Isala kutyelwa……….
A
sibonwa ngolophu
8
Q
- isa
A
wesixando sokwenzisa
9
Q
Metaphors
A
isikweko
10
Q
Isisila senkuku………..
A
sibonwa nesele
11
Q
Hyperbole/exaggeration
A
Ubaxo
12
Q
- iwa
A
wesixando sokwenziwa
13
Q
Umtya……….
A
nethunga
14
Q
- ana
A
wesixando sokwenzana
15
Q
Zibale zonke iziphawuli
A
- bi - de - dala
- khulu - hle - futshane
- tshe - ncinci - ni
- ngaphi - ninzi - nje