Ianemiya Flashcards
What is forgetting?
Kulibala
WHat is disease?
isifo
You have the disease of forgetting?
Unesifo sokulibala
Numbness
Ubundindisholo
You have/feel numbness.
Ingaba/Uziva unobundindisholo/
Diagnosing
Ukuba une anemiya.
I think.
ndicinga
Test
Kodwa ndiza kwenza uvavanyo lwegazi kuqala
Test
uvanvanyo
to do
kwenza
(of) blood
(lwe)gazi
I will
Ndiza
You have anemia
Une(anemiya)
What is anemia?
Yintoni ianemiya?
sickness
isigulo
explain anemia
Ianemiya sisgulo sokunqongophala/ Sokushola kwegazi emzimbeni.
Shortage
Sokunqongophala
Of blood
kwe gazi
in the body
emzimbeni
Anaemia is caused by what
Ibangelwa yintoni ianemiya
Cause/d
Bangela/lwa
Causes of anaemia
Ibangelwa yintswelo ye ayoni emzimbeni
Ukuphelelwa ligazi
Lusuleleko lwetyhefu yelothe
Ingaluphawu lwesifo esithile
Deficiency
Yintswelo
Shortage of iron
Ibangelwa kukshota kwe ayoni emzimbeni
Loss
Ukuphelelwa
Poison
(Lwe)tyhefu
Pb
Yelothe
Symptom
Uphawu
some disease
esithile
Advise
Cebisa
Advice
Ingcebiso
Red meat
Inyama ebomvu
Eat
tya- utye
peanuts
amantongomane
You need to eat
Kufuneka utye
wheat product
imveliso yengqolowa
such as
okufana
What is reduced?
ukudamba
beans
iimbotyi
food
ukutya
seafood (fish)
kwaselwandle
that it like
okufana
fish
inefishi
ask
busa
Ask doctor
busa uqhirha uakho
about
ngee
pills
pilisi
Ask your doctor about Vitamins
Buza uqhirha wakho ngeepilisi zevithamin ongazi sebenzisa.
how may i help?
Ndigakunceda njani?
i am sick
Ndiyagula
Not i well
andiphilanga
What is wrong
Uphethwe yintoni/ unantoni
made sick
Guliswa
What is making you sick?
Guliswa yintoni
Problem
ingxaki
Have you taken medication?
Usebenzisa amayesza?
is it working
Awhaphi
is the medication working
amayeza amasebenza
Is anyone else at home that is sick?
Ukhona omnye umntu oulayo ekhanya
Bleed a lot
Ukopha kakhulu
Response to question of bleed a lot
Kukopha kakhulu
I advise that you
Ndicebisa ukuba
Would you like to see a social worker
Ungathanda ukubona unontlalontle/ i social worker
Am I correct
Ndichanile