Field And Personal Flashcards
Comforting scriptures
Revelation 21:4
Uya kuzisula zonke iinyembezi emehlweni abo, kungabi sabakho kufa, kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona. Izinto zangaphambili zidlule
Isaya 33:24
Akakho ummi wakhona oyakuthi ndiyagula,Abemi belo lizwe baya kuzixolelwa iziphoso zabo.
1Kor 15:26
Olokugqibela utshaba oluya kutshitshiswa kukufa
You 5:28,29
Musani ukumangaliswa koku kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abakumangcwaba enkumbulo balive ilizwi lakhe baze baphume.Abo benze izinto ezilungileyo beze kuvuko lobomi, abo baqhelisela izinto ezimbi kuvuko lomgwebo.
Heb 13:5
Let your way of life be free of the love of money, while you are content with the present things. For he has said: “I will never leave you, and I will never abandon you.”
Heb 13:6
Ngoko ke masomelele kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu
Romans 8:32
Since he did not even spare his own Son but handed him over for us all, will he not also, along with him, kindly give us all other things.
Psalm 116:1,2
116I love Jehovah Because he hears my voice, my pleas for help.2For he inclines his ear to me, And I will call on him as long as I live.
Psalm 94:19
19When anxieties overwhelmed me, You comforted and soothed me.
2 Chronicles 20:15
Do not be afraid of a large crowd, for the battle is not yours but Jehovahs
1Peter 3:14
But even if you should suffer for the sake of righteousness, you are happy. However do not fear what they fear not be disturbed.
Psalms 78:38,39
38But he was merciful; He would forgive their error and not bring them to ruin. He often held back his anger Instead of stirring up all his wrath.39For he remembered that they were flesh, A wind that blows past and does not return.
Romans 8:38,39
38Kuba ndeyisekile kukuba nakufa nabomi nazingelosi narhulumente nazinto zilapha ngoku nazinto zizayo namandla
39nakuphakama nabunzulu naso nasiphi na esinye isidalwa aziyi kuba nako ukusahlula eluthandweni lukaThixo olukuye uKristu Yesu iNkosi yethu.